Translations:Forgiving Step by Step/10/xh

Ngamanye amaxesha sithatha undlela mfutshane xa sixolela sibone mva uba kusekho isingqala esikhoyo ezintliziyweni zethu. Ngoko ke singabaxolela njani abanye abantu ngokupheleleyo? Lamanyathelo alandelayo ayasinceda ukuze sikwazi ukuxolela.