Translations:Forgiving Step by Step/24/xh
UThixo ngumgwebi kwaye sinelungelo lokuzisa onke amatyala kuye. Singaqiniseka uba uzokugweba kakuhle kwaye uzakugweba wonke umntu-ayingomsebenzi wethu lowo. Asinalungelo lokubuyekeza abanye ngobubi okanye siziphindezele kubo.