Translations:Forgiving Step by Step/3/xh

ngokusebenzisa ezizixhobo, sizama ukuzikhusela ekuhlukunyezweni, kodwa ekugqibeleni siye sizikhubekise ngakumbi. Kwaye xasikhathazekile asikwazi ukuphatha abanye abantu ngothando – abantu abahlukunyeziweyo bahlukumeza abanye.