Translations:Forgiving Step by Step/30/xh
- isono sethu
- Xa sikhathazekile, siye singaqondanga sihlukumeze abanye abantu senze isono kubo. Kubalulekile uba singenzi ngathi asiboni kufuneka siguquke sicele uxolo. Kufuneka siphicothe zonke ingcinga zethu ngoku ngokukhawuleza!