Translations:Forgiving Step by Step/6/xh
Ukuxolela kukukhetha ukuyeka ukugxekana okanye ukukhomba umnwe. Umntu umyekela kuThixo. Endaweni yokumgweba ngokwam ndithemba uThixo Okwayizo ukugweba ngokufaneleyo, kwaye ndiyekele yena akhethe emakwenzeke kulomntu. Ikwathetha ukuba izono zalomntu andizibaleli kuye. Ngamanye amazwi,ngenxa yoba ndiphila namaphumela ezono zalomntu kwaye ndingakwazi ukuyitshintsha loo nto. Ndiye ndixole ndimkhulule loo mntu ndilibale kunye namatyala akhe awenze kum.