Translations:Forgiving Step by Step/8/xh
Nangona ukuxolela kukuhle ukwenzela omnye umntu, okubaluleke kakhulu kukuba ndenzela mna. Xa sixolela siyakhululeka kwingcingane ezimbi ezinje ngokoyika,umsindo okanye unxunguphalo sitsho siphile ngukugqibeleleyo.